IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 11:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Lowo ungekho ngakum unxamnye nam, nalowo ungahlanganisi kunye nam uyachithachitha.+

  • 1 Yohane 2:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngubani na olixoki ukuba asinguye lowo ukhanyelayo ukuba uYesu unguKRISTU?+ Umntu onjalo ungumchasi-Kristu,+ okhanyela uBawo noNyana.+

  • 1 Yohane 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 kodwa onke amazwi aphefumlelweyo angamvumiyo uYesu akaphumi kuThixo.+ Kunoko, lawo ngamazwi aphefumlelweyo omchasi-Kristu enevayo ukuba ayeza,+ yaye ngoku sele ekho ehlabathini.+

  • Yuda 4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Isizathu sam sikukuba abantu abathile bathwethwele ngaphakathi+ abo kwakudala babemiselwe+ lo mgwebo+ ziZibhalo, abantu abangenabuthixo,+ bebujika ububele obungasifanelanga boThixo wethu bube sisingxengxezo sehambo evakalala+ yaye bemkhanyela+ okuphela koMnini+ neNkosi+ yethu, uYesu Kristu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share