NgeCawa
‘Ukuba nje niyakholwa . . . , iza kwenzeka loo nto’—Mateyu 21:21
KUSASA
- 9:20 Ividiyo Yomculo 
- 9:30 Ingoma 137 Nomthandazo 
- 9:40 UNGCELELE: Linganisa Abafazi Abanokholo Oluqinileyo! - • USara (Hebhere 11:11, 12) 
- • URahabhi (Hebhere 11:31) 
- • UHana (1 Samuweli 1:10, 11) 
- • Intombi EngumSirayeli Eyayithinjiwe (2 Kumkani 5:1-3) 
- • Umama KaYesu uMariya (Luka 1:28-33, 38) 
- • Umfazi WaseFenike (Mateyu 15:28) 
- • UMarta (Yohane 11:21-24) 
- • Imizekelo Yakule Mihla (INdumiso 37:25; 119:97, 98) 
 
- 11:05 Ingoma 142 Nezaziso 
- 11:15 INTETHO YESIDLANGALALA: ‘Yiba Nokholo Kwiindaba Ezilungileyo’ (Marko 1:14, 15; Mateyu 9:35; Luka 8:1) 
- 11:45 Ingoma 22 Nekhefu 
EMVA KWEMINI
- 1:35 Ividiyo Yomculo 
- 1:45 Ingoma 126 
- 1:50 IDRAMA YEBHAYIBHILE: UDaniyeli—Waba Nokholo Ubomi Bakhe Bonke—Isiqendu II (Daniyeli 5:1–6:28; 10:1–12:13) 
- 2:40 Ingoma 150 Nezaziso 
- 2:45 Qiniswa Lukholo Lwakho! (Daniyeli 10:18, 19; Roma 4:18-21) 
- 3:45 Ingoma Yokuvala Nomthandazo