Duteronomi 32:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wamfumana ezweni eliyintlango,+Enkqantosini engenanto, ebhombolozayo.+Wamrhangqa,+ wamnyamekela,+Wamlondoloza njengokhozo lweliso lakhe.+ Hezekile 38:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ndiza kumgweba,+ ngendyikitya yokufa+ nangegazi;+ ndiza kunisa izantyalantyala zemvula ekhukulayo namatye esichotho,+ umlilo+ nesalfure phezu kwakhe naphezu kwamabutho akhe naphezu kwezizwana ezininzi ezinaye.+ Zekariya 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Emva kozuko+ olo undithumele ezintlangeni ezaziniphanga;+ kuba ochukumisa nina+ uchukumisa ukhozo lweliso lam.+ Zekariya 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuya kuthi ke ngaloo mini+ iYerusalem ndiyenze ilitye elinzima+ kuzo zonke izizwana. Bonke abo baliphakamisayo nakanjani na baya kukrweleka ngokuqatha; yaye ngokuqinisekileyo zonke iintlanga zomhlaba ziya kuyihlanganyela.+
10 Wamfumana ezweni eliyintlango,+Enkqantosini engenanto, ebhombolozayo.+Wamrhangqa,+ wamnyamekela,+Wamlondoloza njengokhozo lweliso lakhe.+
22 Ndiza kumgweba,+ ngendyikitya yokufa+ nangegazi;+ ndiza kunisa izantyalantyala zemvula ekhukulayo namatye esichotho,+ umlilo+ nesalfure phezu kwakhe naphezu kwamabutho akhe naphezu kwezizwana ezininzi ezinaye.+
8 Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Emva kozuko+ olo undithumele ezintlangeni ezaziniphanga;+ kuba ochukumisa nina+ uchukumisa ukhozo lweliso lam.+
3 Kuya kuthi ke ngaloo mini+ iYerusalem ndiyenze ilitye elinzima+ kuzo zonke izizwana. Bonke abo baliphakamisayo nakanjani na baya kukrweleka ngokuqatha; yaye ngokuqinisekileyo zonke iintlanga zomhlaba ziya kuyihlanganyela.+