Roma 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Mamkeleni umntu obuthathaka+ elukholweni, kodwa ningaphikisani nezimvo+ zakhe. Galati 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bazalwana, ukuba umntu uqutyulwe sisiphoso,+ nina enineemfaneleko zokomoya+ zamani ukumlungisa umntu onjalo ngomoya wobulali,+ nizilumkela+ ukuba ningahendwa nani.+ Galati 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Qhubekani nithwala elowo uxanduva+ lomnye, yaye ngokwenjenjalo noba nizalisekisa umthetho kaKRISTU.+ 1 Tesalonika 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwelinye icala, siyanibongoza, bazalwana, balulekeni abangalungelelananga,+ yithuthuzeleni imiphefumlo edandathekileyo,+ baxhaseni ababuthathaka, nizeke kade umsindo+ kubo bonke.
6 Bazalwana, ukuba umntu uqutyulwe sisiphoso,+ nina enineemfaneleko zokomoya+ zamani ukumlungisa umntu onjalo ngomoya wobulali,+ nizilumkela+ ukuba ningahendwa nani.+
2 Qhubekani nithwala elowo uxanduva+ lomnye, yaye ngokwenjenjalo noba nizalisekisa umthetho kaKRISTU.+
14 Kwelinye icala, siyanibongoza, bazalwana, balulekeni abangalungelelananga,+ yithuthuzeleni imiphefumlo edandathekileyo,+ baxhaseni ababuthathaka, nizeke kade umsindo+ kubo bonke.