Mateyu 27:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye bakufika kwindawo ebizwa ngokuba yiGolgotha,+ oko kukuthi, iNdawo YoKakayi, Luka 23:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kwaye bakufika kwindawo ebizwa ngokuba yeyoKakayi,+ bambethelela yena nabenzi-bubi, omnye ngasekunene kwakhe nomnye ngasekhohlo kwakhe.+ Yohane 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye, ezithwalele+ isibonda sentuthumbo, waphuma+ waya kwekuthiwa yiNdawo YoKakayi, leyo ibizwa ngokuba yiGolgotha ngesiHebhere;+ Hebhere 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke noYesu, ukuze angcwalise+ abantu ngegazi lakhe,+ wabandezeleka ngaphandle kwesango.+
33 Kwaye bakufika kwindawo ebizwa ngokuba yeyoKakayi,+ bambethelela yena nabenzi-bubi, omnye ngasekunene kwakhe nomnye ngasekhohlo kwakhe.+
17 Yaye, ezithwalele+ isibonda sentuthumbo, waphuma+ waya kwekuthiwa yiNdawo YoKakayi, leyo ibizwa ngokuba yiGolgotha ngesiHebhere;+